4 Pork rib chops, trimmed
15ml oil
1 onion, sliced
450g small carrots, scraped
450g potatoes, peeled and sliced
3ml dried mixed herbs
300ml chicken stock
Salt, fresh ground black pepper
Chopped parsley

iOil mayibe shushu, qhotsa inyama uyiguqu guqula amacala omabini de ijike uyibeke ecaleni. Galela itswele e panini uli qhotse libe brown udibanise ne carrots ne tapile uzibeke kwi casserole. Galela iHerbs ne chicken stock phezu kwemifuno. Beka iChops phezu kwemifuno ne tswele ugalele ityuwa nepepile. Cika uyibhake kwi oven engu 180°C. Kangange yure de inyama ivuthwe.