50 – 60ml ye oli yokupheka
1kg stewing pork, ibe ngama qhekeza
1 igaqa letswele uli tshophe
2 imibele ye garlic, uyi cole
2 amacephe entlama yetumato
Ityuwa ne pepile
5ml yeswekile
2 – 5ml ye chilli spice
125ml amanzi abilileyo or nyibilikisa ichicken stock
1 x 410g yembotyi ezi bhakiweyo kwi tomato sauce

Yenza shushu 1 oli kwi sauce pan. Faka inyama yakho uyenze ibe brown. Yisuse uqhotse itswele negarlic zithambe. Galela inyama yakho nazo zonke izinto obuzi lungisile. Ugqume upheke kumlilo ophantsi inyama de ivuthwe. Galela ityuwa, ipepile,chilli sauce ne swekile.

Yitye nge rice or noodles.