6 Pork schnitzels cut from the leg
1 egg, beaten
50ml flour
60ml breadcrumbs
Salt and pepper / oil to fry

Dibanisa ityuwa and ipepile ne flour. Bhuqa inyama kwi flour exutyiweyo. Yithi nxu inyama eqandeni uyibhuqe kwimvuthuluka zesonka. Yifake e frijini imizuzu eyi 20 ukuze iqine.

Yenza shushu iOil u qhotse de ibe iBrown

Yitye nge chips zetapile kunye ne salad.