6 – 8 pork chops
60g butter
5ml lemon juice
5ml dried thyme or 15ml chopped fresh thyme
3ml grated lemon rind
Salt and pepper to taste

Fefa nge lemon juice phezu kwe chops. Yenza shushu iPan ugalele iBotolo, thyme ne lemon rind. Qhotsa iChops 6-7 imizuzu icala ne cala. Dibanisa ityuwa nepepile xa zivuthiwe.

Serve with mashed potatoes and peas.