6 pork thick rib chops
2 onions, chopped
1 green pepper, chopped
5ml salt
Freshly ground black pepper to taste
100ml meat stock
5ml soy sauce
5ml lemon sauce
1 x 410g can creamed sweet corn

Xobula ifele kwi chops ukunciphisa amafutha. Pheka iChops kwi sauce pan eshushu.

Dibanisa itswele ne green pepper uzamise. Yenza shushu iMeat stock, soy saucee, lemon juice udibanise enyameni. Thoba umlilo ucike ulinde iYure de inyama uvuthwe.

Ngoku usalindileyo. Nyibilikisa iBotolo kwi sauce pan eshushu yenza shushu Umbona ngoku wuphosa kancinci e botolweni. Ykha nge cephe umbona ugalele esityeni kulandele inyama exutyiweyo.