4 Pork rib chops, boned and sliced into fork-sized pieces
30 ml cooking oil
25g butter
225g onions, sliced
45ml cake flour
5ml paprika
450ml chicken stock
Salt and freshly ground black pepper
1 tin corn
60ml natural yoghurt
Chopped parsley

Nyibilikisa iOil ne bhotolo uqhotse inyama ibe brown. Yisuse inyama uyibeke ecaleni. Yenza itswele nalo libe brown, zidibanise uzizamisela kwi cake flour ne paprika uzi qhotshe umzuzu omnye. Galela iChicken stock uyilinde ibile ugalele umbona wakho ohluziweyo. Ubuyisela inyama u cike umana uzamisa for 45 yemizuzu. Dibanisa iYoghurt, kwi Juice, and 1 garnish with parsley.