1,5kg Pork rashers, rind removed
Marinade:
1 x 410g can chopped tomatoes
30ml Worcestershire sauce
30ml chutney
2 cloves garlic, crushed
1ml peri-peri powder
15ml honey

Udibanisa zonke ezizinto zingentla, ufake iRashers ngange yure ezimbini 4 phakathi kwi sauce. Yi grille kwi oven okanye kwi braai grid. Yigu qu guqule uku qinisekisa ukuba iyavuthwa macala.