1kg Pork thick rib, cut into cubes
25ml cooking oil
2 onions, sliced
2 small cloves garlic, crushed
25ml curry powder
3 large tomatoes, zixobule
250ml Liqui-Fruit (apricot)
50ml fruit chutney
50ml lemon juice
1 large apple, cored and chopped
5ml salt

Fudumeza iOil ibe shushu ufake inyama uyenze ibe brown. Ugalele itswele ne garlic ne curry nazo uzilinde zithambe. Ugalele nezinye obu ngekazi galeli. Cika ulinde ngange yure kuvuthwe inyama. Galela iSauce ukuyenza ijiye ne cornflour. Yiphake ne rice.